Download Zain SA – ASK (Intro) Mp3
- Artist: Zain SA
- Category: South Africa
- Genre: Amapiano
- Album: AMAQHALO (Track 1)
- Released: 2025
- Duration: 02:50
South African singer-songwriter and performer, Zain SA, introduces a new song titled "ASK (Intro)".
The song "ASK (Intro)" is an amazing record that should be on your Playlist.
Listen, Share and Enjoy!.
Zain SA ASK (Intro) Lyrics:
Ndicela uthando lwam
Ebendikunikeze lona
Wakhetha ukudlala ngalo
Ebengik' nikeze lona
Umoshe ne xesha lam
Andisakhaleli lona
Ixesha lam
Ahhh!
Ndicela nje ingqondo yam
Iyeke ucabanga wena
Yabona ntliziyo yam
Ndiyayeka uk'lalela wena
Xola mphefumlo wam
Intliziyo isafuna yena
Andifuni ukukwazi ukuba besophela phi nah
Oh Siphela apho siphela khona
Oh Siphela apho siphela khona
Oh Siphela apho siphela khona ahhhhaa
Oh Siphela apho siphela khona
Oh Siphela apho siphela khona
Oh Siphela apho siphela khona ahhhhaa
Oh Siphela apho siphela khona
Oh Siphela apho siphela khona
Oh Siphela apho siphela khona ahhhhaa
Oh Siphela apho siphela khona
Oh Siphela apho siphela khona
Oh Siphela apho siphela khona ahhhhaa
Aahhhh
Andifuni ukwazi ukuba besophelelaphi nah
Written:
DOWNLOAD ASK (Intro) by Zain SA MP3 [4.07 MB]
Drop Your Comment
Be the first to comment on this post

























